Genesis 49:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 UYakobi wagqiba ukuyolela koonyana bakhe. Emva koko wakhwelisa iinyawo zakhe ebhedini, waphefumla okokugqibela, waza wahlanganiselwa kubantu bakowabo.*+
33 UYakobi wagqiba ukuyolela koonyana bakhe. Emva koko wakhwelisa iinyawo zakhe ebhedini, waphefumla okokugqibela, waza wahlanganiselwa kubantu bakowabo.*+