Genesis 50:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 ‘Utata wandifungisa+ wathi: “Jonga! Ndiyafa,+ ngoko uze undingcwabe kwindawo yam yokungcwaba+ endazimbela yona kwilizwe lakwaKanan.”+ Ngoku ke ndicela ukuyokungcwaba utata, ndiza kubuya xa ndigqibile.’ ”
5 ‘Utata wandifungisa+ wathi: “Jonga! Ndiyafa,+ ngoko uze undingcwabe kwindawo yam yokungcwaba+ endazimbela yona kwilizwe lakwaKanan.”+ Ngoku ke ndicela ukuyokungcwaba utata, ndiza kubuya xa ndigqibile.’ ”