Genesis 6:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 kwizidalwa ezibhabhayo ngokohlobo lwazo, kwizilwanyana zasekhaya ngokohlobo lwazo, nakuzo zonke izilwanyana ezinambuzelayo ngokohlobo lwazo. Kuza kungena ngambini kuhlobo ngalunye, zize kuwe ukuze uzigcine ziphila.+
20 kwizidalwa ezibhabhayo ngokohlobo lwazo, kwizilwanyana zasekhaya ngokohlobo lwazo, nakuzo zonke izilwanyana ezinambuzelayo ngokohlobo lwazo. Kuza kungena ngambini kuhlobo ngalunye, zize kuwe ukuze uzigcine ziphila.+