Genesis 8:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UThixo wabuyela kuNowa* nakuzo zonke izilwanyana zasendle nezasekhaya, ezazikunye naye emkhombeni.+ UThixo wabangela ukuba kuvuthuze umoya phezu komhlaba, aza amanzi aqalisa ukuhla.
8 UThixo wabuyela kuNowa* nakuzo zonke izilwanyana zasendle nezasekhaya, ezazikunye naye emkhombeni.+ UThixo wabangela ukuba kuvuthuze umoya phezu komhlaba, aza amanzi aqalisa ukuhla.