Genesis 13:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ndiza kuyenza inzala* yakho ibe ninzi njengamasuntswana othuli lomhlaba. Njengokuba kungekho mntu unokubala amasuntswana othuli, akukho mntu uza kukwazi ukuyibala inzala* yakho.+
16 Ndiza kuyenza inzala* yakho ibe ninzi njengamasuntswana othuli lomhlaba. Njengokuba kungekho mntu unokubala amasuntswana othuli, akukho mntu uza kukwazi ukuyibala inzala* yakho.+