Genesis 14:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Emva koko indoda eyaqhweshayo yaya kuxelela uAbram umHebhere. Ngelo xesha wayehlala* phakathi kwemithi emikhulu kaMamre umAmori,+ umntakwaboEshkoli noAnere.+ La madoda ayenze isivumelwano noAbram.
13 Emva koko indoda eyaqhweshayo yaya kuxelela uAbram umHebhere. Ngelo xesha wayehlala* phakathi kwemithi emikhulu kaMamre umAmori,+ umntakwaboEshkoli noAnere.+ La madoda ayenze isivumelwano noAbram.