Genesis 19:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Zafika ezo ngelosi zimbini eSodom ngokuhlwa, yaye uLote wayehleli ngasegeyithini yaseSodom. Wathi akuzibona, waphakama waya kuzikhawulela waza waqubuda.+
19 Zafika ezo ngelosi zimbini eSodom ngokuhlwa, yaye uLote wayehleli ngasegeyithini yaseSodom. Wathi akuzibona, waphakama waya kuzikhawulela waza waqubuda.+