-
Genesis 19:2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
2 Wathi: “Ndiyanicela zinkosi zam, ndicela niye endlini yesicaka senu, nilale khona nize nihlanjwe neenyawo. Emva koko ningavuka ekuseni nihambe.” Zona zathi: “Hayi, siza kuhlala kwindawo kawonke-wonke kude kuse.”
-