Genesis 20:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngoku ke mbuyisele umfazi wale ndoda, kuba ingumprofeti,+ kwaye iza kukuthandazela ikucengela,+ uze uhlale uphila. Kodwa ukuba awumbuyiseli, yazi ukuba uza kufa, wena nabo bonke abantu bakho.” Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 20:7 “Sonke ISibhalo”, iphe. 18
7 Ngoku ke mbuyisele umfazi wale ndoda, kuba ingumprofeti,+ kwaye iza kukuthandazela ikucengela,+ uze uhlale uphila. Kodwa ukuba awumbuyiseli, yazi ukuba uza kufa, wena nabo bonke abantu bakho.”