Genesis 24:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 kuba ndiza kukufungisa ngoYehova uThixo wamazulu noThixo womhlaba, ukuba unyana wam awuzukumthathela umfazi kwiintombi zamaKanan endihleli phakathi kwawo.+ Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 24:3 IMboniselo(Kawonke-wonke),No. 3 2016 iphe. 14 “Sonke ISibhalo”, iphe. 18
3 kuba ndiza kukufungisa ngoYehova uThixo wamazulu noThixo womhlaba, ukuba unyana wam awuzukumthathela umfazi kwiintombi zamaKanan endihleli phakathi kwawo.+