-
Genesis 24:8IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 Kodwa ukuba loo ntombi ayivumi ukuza nawe, uza kukhululeka kwesi sifungo. Kodwa ungakhe ulinge umse phaya unyana wam.”
-