Genesis 24:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngoko isicaka sasibeka isandla saso phantsi kwethanga lika-Abraham inkosi yaso, saza samfungela ngalo mbandela.+
9 Ngoko isicaka sasibeka isandla saso phantsi kwethanga lika-Abraham inkosi yaso, saza samfungela ngalo mbandela.+