Genesis 24:47 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 47 Emva koko ndiye ndambuza, ‘Uyintombi kabani?’ yena wathi, ‘Ndiyintombi kaBhetuweli unyana kaNahore, awamzalelwa nguMilka.’ Ngoko ndiye ndamfaka icici empumlweni yakhe nezacholo ezandleni zakhe.+
47 Emva koko ndiye ndambuza, ‘Uyintombi kabani?’ yena wathi, ‘Ndiyintombi kaBhetuweli unyana kaNahore, awamzalelwa nguMilka.’ Ngoko ndiye ndamfaka icici empumlweni yakhe nezacholo ezandleni zakhe.+