Genesis 24:49 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 49 Ngoku ke, ndixeleleni ukuba nifuna ukubonisa ukuba inkosi yam niyithanda ngokungagungqiyo kwaye nithembekile kuyo, kodwa ukuba anifuni, ndixeleleni, ukuze ndibone ukuba mandibheke ngaphi.”*+
49 Ngoku ke, ndixeleleni ukuba nifuna ukubonisa ukuba inkosi yam niyithanda ngokungagungqiyo kwaye nithembekile kuyo, kodwa ukuba anifuni, ndixeleleni, ukuze ndibone ukuba mandibheke ngaphi.”*+