Genesis 3:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Emva koko uYehova uThixo wathi: “Ngoku umntu uye wafana nathi, wazigqibela ngokulungileyo nokubi.*+ Ngoko ukuze angasithathi isiqhamo somthi wobomi,+ atye aze aphile ngonaphakade,—” Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:22 IMboniselo,1/1/2011, iphe. 7 10/15/2003, iphe. 27 11/15/2000, iphe. 27
22 Emva koko uYehova uThixo wathi: “Ngoku umntu uye wafana nathi, wazigqibela ngokulungileyo nokubi.*+ Ngoko ukuze angasithathi isiqhamo somthi wobomi,+ atye aze aphile ngonaphakade,—”