Genesis 29:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Wathi uYehova akubona ukuba uLeya wayengathandwa,* wamenza wakwazi ukukhulelwa,*+ kodwa yena uRakeli wayengafumani bantwana.+ Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 29:31 Umntu Obalaseleyo, isahl. 84
31 Wathi uYehova akubona ukuba uLeya wayengathandwa,* wamenza wakwazi ukukhulelwa,*+ kodwa yena uRakeli wayengafumani bantwana.+