Genesis 30:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 ULeya wathi: “UThixo undinike umvuzo wam,* kuba ndiye ndanika umyeni wam isicakakazi sam.” Ngoko wamthiya igama elinguIsakare.*+
18 ULeya wathi: “UThixo undinike umvuzo wam,* kuba ndiye ndanika umyeni wam isicakakazi sam.” Ngoko wamthiya igama elinguIsakare.*+