Genesis 31:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 NdinguThixo wokwenene owabonakala kuwe eBheteli,+ apho wathambisa khona intsika nalapho wandenzela khona isifungo.+ Phakama ke, umke kweli lizwe uze ubuyele kwilizwe owazalelwa kulo.’ ”+
13 NdinguThixo wokwenene owabonakala kuwe eBheteli,+ apho wathambisa khona intsika nalapho wandenzela khona isifungo.+ Phakama ke, umke kweli lizwe uze ubuyele kwilizwe owazalelwa kulo.’ ”+