Genesis 31:55 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 55 Yena ke uLabhan wavuka ekuseni, waphuza abazukulwana*+ bakhe neentombi zakhe, wabasikelela.+ Emva koko uLabhan wemka, wabuyela ekhaya.+
55 Yena ke uLabhan wavuka ekuseni, waphuza abazukulwana*+ bakhe neentombi zakhe, wabasikelela.+ Emva koko uLabhan wemka, wabuyela ekhaya.+