Eksodus 12:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Obu busuku, bubusuku abaya kubhiyoza ngabo, bekhumbula ukukhutshwa kwabo nguYehova kwilizwe laseYiputa. Bonke abantu bakwaSirayeli ukutyhubela izizukulwana zabo, bamele babhiyoze ukuze bazukise uYehova ngobu busuku.+
42 Obu busuku, bubusuku abaya kubhiyoza ngabo, bekhumbula ukukhutshwa kwabo nguYehova kwilizwe laseYiputa. Bonke abantu bakwaSirayeli ukutyhubela izizukulwana zabo, bamele babhiyoze ukuze bazukise uYehova ngobu busuku.+