Eksodus 15:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kuba ubathanda ngokungagungqiyo abantu bakho, uye wabakhokela waza wabakhulula.+Ngamandla akho uza kubasa kwindawo yakho yokuhlala engcwele. Eksodus ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 15:13 Sondela KuYehova, iphe. 285-286
13 Kuba ubathanda ngokungagungqiyo abantu bakho, uye wabakhokela waza wabakhulula.+Ngamandla akho uza kubasa kwindawo yakho yokuhlala engcwele.