Eksodus 29:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 “Iimpahla ezingcwele+ zika-Aron ziza kuba zezoonyana bakhe+ abaza kulandela emva kwakhe, xa beye bathanjiswa baza bamiselwa baba ngababingeleli.
29 “Iimpahla ezingcwele+ zika-Aron ziza kuba zezoonyana bakhe+ abaza kulandela emva kwakhe, xa beye bathanjiswa baza bamiselwa baba ngababingeleli.