Eksodus 29:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Bamele bazitye izinto ekuhlawulwe ngazo ukuze benziwe ababingeleli* nokuze bangcwaliswe. Kodwa umntu ongalinikwanga ilungelo lokuzitya* akafanelanga azitye, kuba zingcwele.+
33 Bamele bazitye izinto ekuhlawulwe ngazo ukuze benziwe ababingeleli* nokuze bangcwaliswe. Kodwa umntu ongalinikwanga ilungelo lokuzitya* akafanelanga azitye, kuba zingcwele.+