Levitikus 4:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Yithi kumaSirayeli, ‘Ukuba kwenzekile umntu wona ngempazamo,+ wenza nayiphi na into kwezo uYehova athe mazingenziwa, nantsi into emayenzeke:
2 “Yithi kumaSirayeli, ‘Ukuba kwenzekile umntu wona ngempazamo,+ wenza nayiphi na into kwezo uYehova athe mazingenziwa, nantsi into emayenzeke: