Levitikus 5:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “‘Kodwa ukuba loo mntu akanayo igusha, umele azise kuYehova amahobe amabini asendle okanye amantshontsho amabini amahobe afuywayo+ abe ngumnikelo wakhe wetyala, elinye libe ngumnikelo wesono lize elinye libe ngumnikelo otshiswayo.+ Levitikus ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:7 IMboniselo,6/1/2009, iphe. 26
7 “‘Kodwa ukuba loo mntu akanayo igusha, umele azise kuYehova amahobe amabini asendle okanye amantshontsho amabini amahobe afuywayo+ abe ngumnikelo wakhe wetyala, elinye libe ngumnikelo wesono lize elinye libe ngumnikelo otshiswayo.+