Levitikus 6:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Uza kubhakwa ngeoli epanini.+ Uza kuwuzisa udityaniswe kakuhle neoli ungamaqhekeza abhakiweyo omnikelo wokutya olivumba elimnandi kuYehova.
21 Uza kubhakwa ngeoli epanini.+ Uza kuwuzisa udityaniswe kakuhle neoli ungamaqhekeza abhakiweyo omnikelo wokutya olivumba elimnandi kuYehova.