Levitikus 7:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Uza kuzisa ngezandla zakhe amanqatha+ kunye nesifuba zibe ngumnikelo kuYehova otshiswa ngomlilo, yaye uza kuwutshangatshangisa ube ngumnikelo otshangatshangiswayo+ phambi koYehova.
30 Uza kuzisa ngezandla zakhe amanqatha+ kunye nesifuba zibe ngumnikelo kuYehova otshiswa ngomlilo, yaye uza kuwutshangatshangisa ube ngumnikelo otshangatshangiswayo+ phambi koYehova.