Levitikus 12:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kodwa ukuba akakwazi ukunikela ngegusha, umele athathe amahobe amabini asendle okanye amantshontsho amabini amahobe afuywayo.+ Elinye loba lelomnikelo otshiswayo lize elinye libe lelomnikelo wesono, umbingeleli amhlawulele, aze ke acoceke.’” Levitikus ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:8 IMboniselo,5/15/2004, iphe. 23
8 Kodwa ukuba akakwazi ukunikela ngegusha, umele athathe amahobe amabini asendle okanye amantshontsho amabini amahobe afuywayo.+ Elinye loba lelomnikelo otshiswayo lize elinye libe lelomnikelo wesono, umbingeleli amhlawulele, aze ke acoceke.’”