Levitikus 17:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ukuba nabani na utya into efunyenwe seyifile okanye eqwengwe lirhamncwa,+ nokuba loo mntu ngumSirayeli okanye ngumntu wasemzini, umele ahlambe iimpahla zakhe ahlambe nomzimba wakhe emanzini, yaye akazukucoceka kude kuhlwe,+ aze emva koko acoceke.
15 Ukuba nabani na utya into efunyenwe seyifile okanye eqwengwe lirhamncwa,+ nokuba loo mntu ngumSirayeli okanye ngumntu wasemzini, umele ahlambe iimpahla zakhe ahlambe nomzimba wakhe emanzini, yaye akazukucoceka kude kuhlwe,+ aze emva koko acoceke.