Levitikus 19:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 “‘Xa nifikile elizweni nize nityale nawuphi na umthi ukuze nifumane ukutya, iziqhamo zawo mazibe zezingacocekanga* kuni, ningazityi. Anivumelekanga ukuba nizitye* kangangeminyaka emithathu. Mazingatyiwa.
23 “‘Xa nifikile elizweni nize nityale nawuphi na umthi ukuze nifumane ukutya, iziqhamo zawo mazibe zezingacocekanga* kuni, ningazityi. Anivumelekanga ukuba nizitye* kangangeminyaka emithathu. Mazingatyiwa.