Levitikus 22:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 “‘Makungabikho mntu ongafanelekanga* otya nantoni na engcwele.+ Akukho mntu wasemzini olundwendwe lombingeleli okanye ongumqeshwa wakhe omakatye nantoni na engcwele.
10 “‘Makungabikho mntu ongafanelekanga* otya nantoni na engcwele.+ Akukho mntu wasemzini olundwendwe lombingeleli okanye ongumqeshwa wakhe omakatye nantoni na engcwele.