Numeri 12:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Wathi ke uYehova kuMoses: “Ukuba utata wakhe ebenokumthufela* ebusweni, ebengazukuhlazeka iintsuku ezisixhenxe na? Ngoko ke makavalelwe yedwa iintsuku ezisixhenxe ngaphandle kwenkampu,+ aze emva koko aphinde abuye.”
14 Wathi ke uYehova kuMoses: “Ukuba utata wakhe ebenokumthufela* ebusweni, ebengazukuhlazeka iintsuku ezisixhenxe na? Ngoko ke makavalelwe yedwa iintsuku ezisixhenxe ngaphandle kwenkampu,+ aze emva koko aphinde abuye.”