Numeri 14:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kufuneka nje ningamjikeli uYehova, yaye sanukuboyika abantu bela lizwe+ kuba siza kubathi nqwam nqwam.* Akukho nto ibakhuselayo ibe uYehova ukunye nathi,+ sanukuboyika.” Numeri ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:9 IMboniselo,10/1/2006, iphe. 16-17
9 Kufuneka nje ningamjikeli uYehova, yaye sanukuboyika abantu bela lizwe+ kuba siza kubathi nqwam nqwam.* Akukho nto ibakhuselayo ibe uYehova ukunye nathi,+ sanukuboyika.”