Numeri 18:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Kuba ilifa endilinike abaLevi zizishumi eziza kunikelwa ngabantu bakwaSirayeli, abaza kuzinikela kuYehova. Yiloo nto ndithe kubo, ‘Abamele babe nelifa phakathi kwamaSirayeli.’”+
24 Kuba ilifa endilinike abaLevi zizishumi eziza kunikelwa ngabantu bakwaSirayeli, abaza kuzinikela kuYehova. Yiloo nto ndithe kubo, ‘Abamele babe nelifa phakathi kwamaSirayeli.’”+