Duteronomi 4:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngemini owema ngayo phambi koYehova uThixo wakho eHorebhe, uYehova wathi kum, ‘Bahlanganise abantu, ukuze beve amazwi am,+ bafunde ukundoyika+ yonke imihla abayiphila emhlabeni nokuze bafundise noonyana babo.’+
10 Ngemini owema ngayo phambi koYehova uThixo wakho eHorebhe, uYehova wathi kum, ‘Bahlanganise abantu, ukuze beve amazwi am,+ bafunde ukundoyika+ yonke imihla abayiphila emhlabeni nokuze bafundise noonyana babo.’+