Duteronomi 12:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “Nanini na ninqwenela inyama, xhelani nitye,+ ngokobuninzi bezilwanyana uYehova anisikelele ngazo kuzo zonke izixeko zenu. Umntu ococekileyo nongacocekanga bangatya inyama njengoko bebeya kwenza xa bebesitya ibhadi okanye impunzi.
15 “Nanini na ninqwenela inyama, xhelani nitye,+ ngokobuninzi bezilwanyana uYehova anisikelele ngazo kuzo zonke izixeko zenu. Umntu ococekileyo nongacocekanga bangatya inyama njengoko bebeya kwenza xa bebesitya ibhadi okanye impunzi.