Duteronomi 19:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Loo nto iza kwenza ukuba kungabikho gazi lamntu umsulwa elichithekayo+ kwilizwe uYehova uThixo wenu aninika lona, yaye anizukuba natyala lagazi.+
10 Loo nto iza kwenza ukuba kungabikho gazi lamntu umsulwa elichithekayo+ kwilizwe uYehova uThixo wenu aninika lona, yaye anizukuba natyala lagazi.+