-
Duteronomi 20:3IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 Umele athi kubo, ‘Mamelani maSirayeli, ngoku niza kulwa neentshaba zenu. Yibani nesibindi. Sanukoyika okanye nothuke okanye ningcangcazele ngenxa yazo,
-