Duteronomi 23:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 “Makangabikho umAmoni okanye umMowabhi ongena ebandleni likaYehova.+ Makungaze kubekho nzala yawo ingena ebandleni likaYehova ukuya kutsho nakwisizukulwana sawo seshumi,
3 “Makangabikho umAmoni okanye umMowabhi ongena ebandleni likaYehova.+ Makungaze kubekho nzala yawo ingena ebandleni likaYehova ukuya kutsho nakwisizukulwana sawo seshumi,