7 Emva koko uMoses wabiza uYoshuwa waza wathetha naye phambi kwawo onke amaSirayeli esithi: “Yiba nesibindi uze womelele,+ kuba nguwe oza kungenisa aba bantu kwilizwe uYehova awafunga ukulinika ookhokho babo, yaye nguwe oza kubanika lona ukuba libe lilifa labo.+