Duteronomi 33:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Umntu owathi kutata nakumama wakhe, ‘Andizukunixhasa.’ Nabantakwabo akazange abahoye,+Engazange ahoye noonyana bakhe. Kuba wathobela ilizwi lakho,Waza wasigcina isivumelwano sakho.+
9 Umntu owathi kutata nakumama wakhe, ‘Andizukunixhasa.’ Nabantakwabo akazange abahoye,+Engazange ahoye noonyana bakhe. Kuba wathobela ilizwi lakho,Waza wasigcina isivumelwano sakho.+