Yoshuwa 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “Wena nje yiba nesibindi uze womelele kakhulu, uqiniseke ukuba uyawuthobela wonke uMthetho uMoses umkhonzi wam awakuyalela wona. Uze ungawushiyi uye ekunene okanye ekhohlo,+ ukuze wenze ngobulumko naphi na apho uya khona.+
7 “Wena nje yiba nesibindi uze womelele kakhulu, uqiniseke ukuba uyawuthobela wonke uMthetho uMoses umkhonzi wam awakuyalela wona. Uze ungawushiyi uye ekunene okanye ekhohlo,+ ukuze wenze ngobulumko naphi na apho uya khona.+