Yoshuwa 1:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 “Ngenani enkampini nize nibayalele abantu nithi, ‘Yenzani umphako, kuba kwiintsuku ezintathu niza kuwela iYordan nize ningene nilithathe ilizwe uYehova uThixo wenu aninika lona ukuba nihlale kulo.’”+ Yoshuwa ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:11 IMboniselo,12/1/2004, iphe. 9
11 “Ngenani enkampini nize nibayalele abantu nithi, ‘Yenzani umphako, kuba kwiintsuku ezintathu niza kuwela iYordan nize ningene nilithathe ilizwe uYehova uThixo wenu aninika lona ukuba nihlale kulo.’”+