Yoshuwa 1:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 kuqala de uYehova abaphumze abantakwenu, njengokuba enzile kuni, nabo bahlale kumhlaba uYehova uThixo wabo abanika wona. Emva koko nani ningabuyela kumhlaba enawunikwayo, umhlaba uMoses umkhonzi kaYehova awaninika wona ngasempuma kweYordan.’”+
15 kuqala de uYehova abaphumze abantakwenu, njengokuba enzile kuni, nabo bahlale kumhlaba uYehova uThixo wabo abanika wona. Emva koko nani ningabuyela kumhlaba enawunikwayo, umhlaba uMoses umkhonzi kaYehova awaninika wona ngasempuma kweYordan.’”+