Yoshuwa 4:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Kwathi xa ababingeleli abathwele ityeya+ yesivumelwano kaYehova bephuma phakathi eYordan, zaza iinyawo zabo zanyathela emhlabeni owomileyo, amanzi eYordan abuyela kwindlela awayeyiyo, waphinda waphuphuma umlambo.+
18 Kwathi xa ababingeleli abathwele ityeya+ yesivumelwano kaYehova bephuma phakathi eYordan, zaza iinyawo zabo zanyathela emhlabeni owomileyo, amanzi eYordan abuyela kwindlela awayeyiyo, waphinda waphuphuma umlambo.+