Yoshuwa 8:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ngoku uYehova wathi kuYoshuwa: “Khomba iAyi ngentshuntshe esesandleni sakho,+ kuba ndiza kuyinikela esandleni sakho.”+ Ngoko uYoshuwa wakhomba eso sixeko ngentshuntshe eyayisesandleni sakhe.
18 Ngoku uYehova wathi kuYoshuwa: “Khomba iAyi ngentshuntshe esesandleni sakho,+ kuba ndiza kuyinikela esandleni sakho.”+ Ngoko uYoshuwa wakhomba eso sixeko ngentshuntshe eyayisesandleni sakhe.