-
ABagwebi 17:4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
4 Emva kokuba iyibuyisele kumama wayo, yena wathatha amaqhosha esilivere ayi-200 wawanika umkhandi wesilivere. Lo mkhandi wenza umfanekiso oqingqiweyo nomfanekiso wesinyithi, yaza loo mifanekiso yabekwa endlini kaMika.
-