1 Samuweli 9:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 UKishe wayenonyana ogama linguSawule,+ owayesemtsha, eyinzwana ibe kwakungekho ndoda eyayiyinzwana ukogqitha yena kumaSirayeli. Wayemde, bonke abantu bemela emagxeni kuye.
2 UKishe wayenonyana ogama linguSawule,+ owayesemtsha, eyinzwana ibe kwakungekho ndoda eyayiyinzwana ukogqitha yena kumaSirayeli. Wayemde, bonke abantu bemela emagxeni kuye.