1 Samuweli 10:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 USamuweli waxelela abantu ngezinto anelungelo lazo ukumkani,+ waza wayibhala encwadini wayibeka phambi koYehova. Emva koko uSamuweli wathi abantu mabahambe. Bonke baya ezindlini zabo.
25 USamuweli waxelela abantu ngezinto anelungelo lazo ukumkani,+ waza wayibhala encwadini wayibeka phambi koYehova. Emva koko uSamuweli wathi abantu mabahambe. Bonke baya ezindlini zabo.