1 Samuweli 13:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 USawule wakhetha amadoda ayi-3 000 kumaSirayeli, ayi-2 000 kuwo ayekunye naye eMikimashe nakummandla weentaba waseBheteli, ayi-1 000 ekunye noYonatan+ eGibheya+ yakwaBhenjamin. Wonke omnye umntu wathi makahambe, ngamnye aye ententeni yakhe.
2 USawule wakhetha amadoda ayi-3 000 kumaSirayeli, ayi-2 000 kuwo ayekunye naye eMikimashe nakummandla weentaba waseBheteli, ayi-1 000 ekunye noYonatan+ eGibheya+ yakwaBhenjamin. Wonke omnye umntu wathi makahambe, ngamnye aye ententeni yakhe.